Full Lyrics
[INTRO]
Sondelani, sondelani, sondelani, sondelani.
[ANDANTINO]
Niyabizwa, masi ngeneni, sifuman' isidlo seNkosi.
Niyabizwa, uYesu waseNazaretha uyasibiza.
Yizani nonke maKrestu.
[TEMPO RUBATO]
Syaz'vum' izono zethu nokukhohlakal' esikwenzileyo,
Syaguquka ngokwenene ngazo izigqitho zethu.
Nkosi sxolel' izono zethu ngenxa yonyana wakhw' iNkosi yethu Yesu Kristu.
Nz'ukuba sibhalwe ndawonye nabangcwele bakho Thixo Nkosi.
Bungcwaliseni baphakade sizwe Nkosi yamakhosi yakukhunga wen' ususi,
Bathi sive Thixo Nkosi yenyani.
[LARGO]
Nababantwana bakho Nkosi phambi kwakho Mvana kaThixo.
Ihwele baba "Thina! imihla ngemihla sikwenza mkhulu wena sihlala sibhedesha amakho kude, kube ngunaphakade."
[SATB]
Siphakamis' inhliziyo zethu ngokuzinikela kuwe.
Sikelela esi sidlo sakho, uthamsangele bonke abahlambulukileyo ngale.
Makabong' ozayo, hosana! Hosana enyangweni.
[TENOR SOLO]
Thabathani nidle ngumzimba wam lo, selani kulendebe ligazi lami eli, oku ndikwenzela ukuze nindikhumbule.
[SAA]
Zonwe ezonweni ngegazi lakho.
Kwathengiswa ngegazi lexabaso.
Qaphelani Makrestu.
[SSAA]
Qaphelani lina zikwapha lal' igazi elingenatyala.
Khaniqaphelani, qaphelani makholwa lina mandla lo nigazi.
[VERY LIVELY]
Kwathe masivum' ingoma zolovu, m'ingoma zolo yiso masivum' ingoma zolovu zalekisiwe.
Judas wathezi eli nqabi sivume sivume sivume, sivume.
[SATB]
Lina mandla lo nigazi.
Lina mandla lo nigazi.